2 Yeziganeko 36:11 XHO96

11 UZedekiya wayeneminyaka emashumi mabini ananye ezelwe ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 36

imbono 2 Yeziganeko 36:11 kwimeko