2 Yeziganeko 36:22 XHO96

22 Ngonyaka wokuqala kakumkani uKoreshi wasePeshiya, ukuzalisekisa amazwi awawathetha ngomlomo kaJeremiya, *uNdikhoyo wawuxhokonxa umoya kakumkani uKoreshi wasePeshiya, waza wawisa umthetho kuwo wonke ummandla wakhe, wayalela ukuba ubhalwe, kusithiwa:

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 36

imbono 2 Yeziganeko 36:22 kwimeko