2 Yeziganeko 36:23 XHO96

23 “Utsho uKoreshi, ukumkani wasePeshiya, ukuthi: ‘UNdikhoyo uThixo wezulu uzinikele kum zonke izikumkani zehlabathi; kananjalo undimisele ukuba ndimakhele indlu eJerusalem kwelakwaJuda. Ngoko ke, nabani phakathi kwenu nonke ongowabantu bakhe, ngamana uThixo wakhe waba naye, anduluke aye khona.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 36

imbono 2 Yeziganeko 36:23 kwimeko