2 Yeziganeko 4:9 XHO96

9 Waza ke wenza nenkundla yababingeleli, kunye nenkundla enkulu, neengcango zenkundla. Zona wazityabeka ngobhedu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 4

imbono 2 Yeziganeko 4:9 kwimeko