2 Yeziganeko 7:5 XHO96

5 Ukumkani uSolomon wenza idini ngeenkomo ezingamawaka angamashumi amabini anambini, kunye neegusha neebhokhwe ezilikhulu elinamashumi amabini amawaka. Ngaloo ndlela ke ukumkani kunye nabantu bonke bayivula beyinikela indlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 7

imbono 2 Yeziganeko 7:5 kwimeko