Udaniyeli 10:11 XHO96

11 Loo ndoda ke yathi kum: “Daniyeli, ungumfo oxabiseke kunene. Kambe ke phakama, ume kuloo ndawo ukuyo, uwagqale la mazwi ndiza kukuxelela wona, kuba ndithunywe kuwe.” Yakutsho ke ndaphakama, kodwa ndisangcangcazela.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:11 kwimeko