Uhosiya 1:4 XHO96

4 UNdikhoyo ke wathi kuHosiya: “Mthiye igama elinguYizereli. Kaloku sekumbovu ukuba ndiyohlwaye indlu kaYehu ngenxa yobutyadidi begazi elaphalazwa eYizereli. Ewe, ndiza kubuphelisa ubukumkani endlwini kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 1

imbono Uhosiya 1:4 kwimeko