Uhosiya 13:16 XHO96

16 ISamariya yona iza kohlwaywa;kaloku bavukelene noThixo wabo.Baza kuba zizigede likrele;iintsana zophihlizwa emhlabeni,nabakhulelweyo baya kuqangqululwa.”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 13

imbono Uhosiya 13:16 kwimeko