Uhosiya 13:15 XHO96

15 “Noba uEfrayim angaba nempumelelo phakathi kwezizalwane zakhe,uya kufikelwa lulophu lwasempuma,umoya kaNdikhoyo ovela entlango,utshe umthombo wakhe,amaqula akhe ome qoko.Oovimba bakhe baya kuphangwanabo bonke ubuncwane babo buthathwe.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 13

imbono Uhosiya 13:15 kwimeko