14 Ndomhlawulela na kwigunya lengcwaba?Ngaba ndomhlangula na ekufeni?Wena kufa, siphi isibetho sakho?Nawe ngcwaba, luphi ulwamvila lwakho?Ngenene andisayi kuba nanceba mpela!
funda isahluko epheleleyo Uhosiya 13
imbono Uhosiya 13:14 kwimeko