Uhosiya 3:5 XHO96

5 Kamva ke amaSirayeli aya kubuya amfune uNdikhoyo uThixo wawo, nokumkani wawo uDavide. Ngemihla yokugqibela aya kuza kuNdikhoyo ngoloyiko, efuna iintsikelelo zakhe.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 3

imbono Uhosiya 3:5 kwimeko