Uhosiya 5:5 XHO96

5 Ikratshi likaSirayeli liyamjikela;uSirayeli noEfrayim baza kukhubeka bawe ngenxa yobugwenxa babo,kwanoJuda atsho akhubeke awe kunye nabo.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 5

imbono Uhosiya 5:5 kwimeko