Uhosiya 6:3 XHO96

3 Hayi ke, masimvume uNdikhoyo;ewe, masikuxunele ukumazi.Ukubonakala kwakhe kuqiniseke njengokuphuma kwelanga.Uya kusifikela njengemvula yasebusika –njengeemvula zentlakohlaza ezinyakamisa umhlaba.”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 6

imbono Uhosiya 6:3 kwimeko