Uhosiya 6:4 XHO96

4 “Mandikuthini na kodwa, Efrayim?Mandenze ntoni na ngawe, Juda?Uthando lwenu lunjengenkungu yakusasa,nqwa nombethe othi shwaka kwangoko.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 6

imbono Uhosiya 6:4 kwimeko