Uhosiya 9:10 XHO96

10 Ndathi mhla ndamfumana uSirayelikwanga ndibhaqe iidiliya entlango;mhla ndabafumana ookhokho benuyaba ngathi ndibhaqe amakhiwane,makhiwane ke alulibo.Bathe bakufika eBhali-pehoresuka bazinikela kuBhali,baza bagqwaliseka njengaye kum.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 9

imbono Uhosiya 9:10 kwimeko