Uhosiya 9:4 XHO96

4 Ewe, uNdikhoyo abayi kumenzela iminikelo yewayini;ayiyi kumanelisa iminikelo yabo.Kubo lo mnikelo wofana nesonka sabazili –abawutyileyo baya kuba nomlaza.Ukutya kwabo kolungela bona kuphela –akuyi kunikelwa kwindlu kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 9

imbono Uhosiya 9:4 kwimeko