Uyoshuwa 10:26 XHO96

26 UYoshuwa wazixabela ke ezo zikumkani, wathi mazixhonywe emithini emihlanu. Zajinga apho ke kwada kwaba ngorhatya.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:26 kwimeko