Uyoshuwa 10:27 XHO96

27 Kwathi ngongcwalazi uYoshuwa wayalela ukuba zithulwe izidumbu zazo. Zaphoswa kwakuloo mqolomba bezizimele kuwo, kwavalwa ngamatye amakhulu apho. Aselapho unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:27 kwimeko