Uyoshuwa 10:28 XHO96

28 Kwangaloo mini uYoshuwa wahlasela iMakeda, wayithimba kwakunye nekumkani valapho. Kwabulawa wonke ubani kweso sixeko, akwasala namnye. Kwikumkani yaseMakeda wenza kwalaa nto wayeyenze kukumkani waseJeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:28 kwimeko