Uyoshuwa 10:3 XHO96

3 Ngoko ke ukumkani uAdoni-zedeki wathumela izigidimi kukumkani uHoham waseHebron, nakukumkani uPiram waseYamuti, nakukumkani uYafiya waseLakishe, nakukumkani uDebhiri wase-Eglon, esithi:

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:3 kwimeko