Uyoshuwa 12:6 XHO96

6 Ezi kumkani zombini zoyiswa nguMosis namaSirayeli. Umhlaba wazo uMosis isicaka *sikaNdikhoyo wawunika isizwe sakwaRubhen nesakwaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 12

imbono Uyoshuwa 12:6 kwimeko