Uyoshuwa 12:7 XHO96

7 UYoshuwa kunye namaSirayeli bazoyisa iikumkani ezazimi kummandla ongasentshonalanga yeJordan, ukusuka eBhali-gadi kwintili vaseLebhanon kuse kwintaba iHalaki ezantsi kufuphi neSeyire. Wawohlulela izizwe zakwaSirayeli lo mmandla uYoshuwa, ukuba ziwume.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 12

imbono Uyoshuwa 12:7 kwimeko