Uyoshuwa 13:30 XHO96

30 ummandla waso waya kuthi xhaxhe ngeMahanayim, wadibanisa neBhashan – wonke ummandla kakumkani uOgi waseBhashan, kunye nazo zonke ezo lali zimashumi mathandathu zaseJayire eBhashan.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:30 kwimeko