9 Ke ngoko uMosis wafunga wathi kum: ‘Inene, laa mhlaba unyathele kuwo woba lilifa lakho ndawonye nenzala yakho ngonaphakade, kuba umthobele ngomxhelo wonke uNdikhoyo uThixo wam.’
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14
imbono Uyoshuwa 14:9 kwimeko