Uyoshuwa 17:11 XHO96

11 Ngaphakathi kwemida yakwaIsakare nakwa-Ashere iBhete-shan kunye neIbleyam, neelali ezizingqongileyo, yayizezakwaManase, kwakunye neDore engaselwandle, ne-Endore, iTanaki, iMegido, kwaneelali ezizijikelezileyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:11 kwimeko