Uyoshuwa 17:10 XHO96

10 Isizwe sakwaEfrayim sasingasezantsi, esakwaManase sona singasentla, ulwandle lungasentshona. UAshere wayemi ngasentla koManase, uIsakare emi ngasempuma.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:10 kwimeko