Uyoshuwa 17:9 XHO96

9 Wawusihla loo mda ubheke ezantsi ngakwintlambo iKana. Izixeko ezingezantsi kwaloo ntlambo yayizezakwaEfrayim, nakuba zazikummandla wakwaManase nje. Umda wakwaManase wawucanda ngakwicala elingasentla kwaloo ntlambo, uye kuma ngolwandle.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:9 kwimeko