Uyoshuwa 17:2 XHO96

2 Umhlaba ongasentshonalanga kweJordan wona wabelwa inxalenye yezindlu zesizwe sakwaManase: ooAbhiyezere, Heleki, Aseriyeli, Shekem, Hefere, noShemida. Aba ngokwezindlu zabo yayingabazukulwana abangamadoda bakaManase unyana kaJosefu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:2 kwimeko