Uyoshuwa 17:3 XHO96

3 UZelofehadi unyana kaHefere, ozalwa nguGiliyadi unyana kaMakire ozalwa nguManase, yena akazanga azale madoda, yaba ziintombi zodwa. Nanga amagama azo: uMala, noNowa, uHogela, noMilika, kunye noTirza.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:3 kwimeko