Uyoshuwa 18:8 XHO96

8 Anduluka ke loo madoda, aya kucanda umhlaba, emva kokuba uYoshuwa wayethe: “Ze niwujikeleze niwucande loo mhlaba, nizibhale iinkcukacha zawo, nibuye nize kum. Mna ndoqonda kuNdikhoyo ngokwenza *amaqashiso apha eShilo.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:8 kwimeko