Uyoshuwa 18:7 XHO96

7 AbaLevi bona abayi kwabelwa isabelo njengani; kaloku esabo isabelo kukuba ngababingeleli abakhonza uNdikhoyo. Zona ke izizwe zakwaGadi noRubhen nesiqingatha sikaManase sebelabelwe elabo ilifa phaya ngasempumalanga kweJordan, alinikwa nguMosis isicaka sikaNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:7 kwimeko