Uyoshuwa 2:18 XHO96

18 xa singena kweli lizwe kufuneka ubophelele lo msonto ubomvu kule festile usikhuphe ngayo. Kufuneka uze noyihlo nonyoko nabantakwenu, nabo bonke abantu bakowenu, ubahlanganisele endlwini yakho.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 2

imbono Uyoshuwa 2:18 kwimeko