Uyoshuwa 20:4 XHO96

4 Umntu oye kuzimela kwezo zixeko kufuneka anike inkcazelo ngesenzo sakhe enkundleni kumadoda amakhulu esangweni leso sixeko. Ngawo aya kumamkela amnike indawo yokuhlala phakathi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 20

imbono Uyoshuwa 20:4 kwimeko