Uyoshuwa 20:5 XHO96

5 Xa umphindezeli athe walandela ekhondweni lalowo ubalekele apho, wona akasayi kumnikezela kuye – kaloku wambulala ngengozi umfi, bengazange baxabana ngaphambili.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 20

imbono Uyoshuwa 20:5 kwimeko