Uyoshuwa 20:7 XHO96

7 Kwatyunjwa iKedeshe eGalili kweleentaba lakwaNafetali, neShekem kweleentaba lakwaEfrayim, kunye neKiriyati-arba (yiHebron ke leyo) kweleentaba lakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 20

imbono Uyoshuwa 20:7 kwimeko