Uyoshuwa 20:8 XHO96

8 Kumphesheya-Jordan ongasempuma yeJeriko kwatyunjwa ezi zixeko: kwisizwe sakwaRubhen yaba yiBhezere ekumathafa asentlango, kwisizwe sakwaGadi yaba yiRamoti eseGiliyadi, yaza kwaManase yaba yiGolan eBhashan.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 20

imbono Uyoshuwa 20:8 kwimeko