Uyoshuwa 24:2 XHO96

2 Wabhekisa kubo bonke abantu uYoshuwa wenjenje: “Utsho uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ukuthi: ‘Kudala kanye ooyihlo-mkhulu uTera kunye noonyana bakhe uAbraham noNahore babemi ngaphesheya komlambo iEfrati, benqula *thixo bambi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:2 kwimeko