Uyoshuwa 24:1 XHO96

1 UYoshuwa wenza imbizo yazo zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem. Wabiza onke amadoda amakhulu, iintloko zezindlu, abalamli, kunye nabanye abangamagosa akwaSirayeli, bonke baya kuthi nqwadalala *ngasesibingelelweni *sikaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:1 kwimeko