Uyoshuwa 3:16 XHO96

16 ema amanzi avela ngentla, ahlanganiselana ada aya kutsho eAdam, idolophu emelene neZaretan. Amanzi ahlayo ukusinga kuLwandle oluFileyo anqamka, baza ke abantu bawelela kufuphi neJeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:16 kwimeko