Uyoshuwa 4:3 XHO96

3 Yithi makathathe ishumi elinambini lamatye kulaa ndawo bekume zinzi kuyo ababingeleli esazulwini seJordan, awathwale loo matye, aze awabeke apho kuya kuba kukhululwe khona ngokuhlwa namhlanje.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:3 kwimeko