Uyoshuwa 7:22 XHO96

22 UYoshuwa wathi makuye amadoda apho. Akhawuleza ke, aza azifumana zombelwe apho ngenene ezo zinto, isiliva ingaphantsi yona.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:22 kwimeko