Uyoshuwa 7:23 XHO96

23 Bazithatha bazisa kuYoshuwa nakumaSirayeli ephela, baza bazandlala phambi koNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:23 kwimeko