Uyoshuwa 7:24 XHO96

24 UYoshuwa, ekunye namaSirayeli, bamthatha uAkana, kunye naloo siliva, naloo golide, naloo mnweba, nditsho nkqu noonyana neentombi zakhe, imfuyo yakhe, nentente yakhe, konke okwakhe, babasa kwintili yeAkore.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:24 kwimeko