Uyoshuwa 7:25 XHO96

25 Wathi uYoshuwa: “Kutheni usifake enkathazweni nje? Nawe ke ngoku uNdikhoyo uza kukuhlisela inkathazo.” Umntu wonke wamxuluba ngamatye uAkana. Nosapho lwakhe nalo baluxuluba ngamatye, balutshisa kunye nako konke okwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:25 kwimeko