Uyoshuwa 7:5 XHO96

5 Amadoda aseAyi awajika emasangweni edolophu loo madoda, awaleqa ewahlisa induli ukuya kutsho ezixhotyeni, abulala amashumi amathathu anantandathu. AmaSirayeli atyhafa, ankwantya kukoyika.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:5 kwimeko