Uyoshuwa 7:6 XHO96

6 UYoshuwa kunye namadoda amakhulu bazikrazula izambatho zabo, bazikhahlela phantsi ngaphambi kwetyesi yomnqophiso kaNdikhoyo, bahlala benjenjalo kwada kwahlwa. Babezigalele nangothuli entloko, bebonakalisa intlungu ababenayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:6 kwimeko