Uyoshuwa 7:7 XHO96

7 UYoshuwa wakhala wathi: “Ndikhoyo, Mhlekazi, wawusiwezela ntoni ke kambe eJordan? Wawufuna ukuza kusitshabalalisa ngala ma-Amori? Akwaba sasisuke sahlala ngaphesheya kweJordan kwaba kanye!

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:7 kwimeko