Uyoshuwa 8:10 XHO96

10 Wavuka ekuseni uYoshuwa, wahlanganisa elakhe iqela lomkhosi. Wenjenjeya ewukhokelela eAyi kunye neenkokheli zawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:10 kwimeko