9 Wawandulula ke loo madoda uYoshuwa, ahamba aya kulinda ezimele ngasentshonalanga yeAyi, phakathi kweAyi neBhetele. Yena uYoshuwa wasala apho babekhulule khona ngobo busuku.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8
imbono Uyoshuwa 8:9 kwimeko