Uzakariya 1:12 XHO96

12 Ke isithunywa sikaNdikhoyo sathi: “Ndikhoyo onamandla onke, koda kube nini ungenaluvelwano neJerusalem needolophu zakwaJuda owaziqumbelayo le minyaka ingamashumi asixhenxe?”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 1

imbono Uzakariya 1:12 kwimeko